Kumnyama歌词由Marthe&Pilani Bubu演唱,出自专辑《Nay’ Indaba》,下面是《Kumnyama》完整版歌词!
Kumnyama歌词完整版
Kumnyama
Kumnyama
Ebomini womntu omnyaaama
Kumnyama
Kumnyaama wooo
Emhlabeni womntu omnyaaama
Siya le na le, le na le
Sikhangela inyaanga
Siya le na le, le na le
Sikhangelaaa iLaaanga
Soze sifike na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaa
Soze sifike na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaa
Soze sifike na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaa aaah
Soze sifike na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaaaaa
Woooo
(..)
Bubuxhoki
Esibuphilayo
Phakathi kwethu
Ngoba ilizwe alikhathali
alikhathali
Siqathana sodwa thina
Sihluphanene sodwa
Sixabanene sodwa
Singamanxile siyafana
Siyafana
Soze sifike na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaa
Soze sifike na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaa
Soze sifike na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaaaa
Soze sifike na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaaaaa
Wooo yo yo yo
Wooo yo yo yo
Hawuu
AmAgeza manitsi
EKhaya
Amanxila manitsi
Ekhaya
Amaxhoki manitsi
Ekhaya
Bambalwa
ababonayoo
AmAgeza manitsi
EKhaya
Amanxila manitsi
Ekhaya
Amaxhoki manitsi
Ekhaya
Bambalwa
Ababonayo yo yo yo yo!
Siya le na le, le na le
Le na le e
Sikhangela inyaanga
Siya le nale, le na le e,
le na le
Sikhangela iLaaanga
Woooo
()
Kumnyama
Kumnyama
Ebomini womtu omnyaaama
Kumnyama
Kumnyama woooo
Emhlabeni womtu omnyaaama
Soze siphile na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaa
Soze siphile na
Enyanini na
Bantu abamnyama
Bantu abamnyamaaa
Siya le nale, le na le
Le na le e
Sikhangela inyaanga
Siya le nale, le na le e
Le na le e
Sikhangela iLaaaanga
Kumnyama
Kumnyama
Kumnyama
Kumnyama
Ebhobini wont' omnyaaaaaaaaama