Andizange歌词由Edinia演唱,出自专辑《I Sing What I Can’t Speak》,下面是《Andizange》完整版歌词!
Andizange歌词完整版
Andizange ndathanda kanjena
Ndiyaqala uthanda kanjena
Andizange ndathandwa Kanjena
Ndiyaqala uthandwa kanjena
Ndiyakuthanda wena wedwa
Ndiyakufeela wena sithandwa Sami
Ikhanda lami liyazula
Xa ungekho
Umoya wami ubaphantsi
Xa ungekho
Ndiyakuthanda wena wedwa
Ndiyakufeela wena sithandwa Sami
Ikhanda lami liyazula
Xa ungekho
Andizange ndathanda kanjena
Ndiyaqala uthanda kanjena
Andizange ndathandwa Kanjena
Ndiyaqala uthandwa kanjena
Wena lovey wam
Usisithandwa sentliziyo
Lonke uthando lwam
Ndilunikela kuwe
Imali yami yonke
Ndizoyinika wena
Izinto zami zonke
Ndizozishera nawe
Ungu my lovey my sweethearti My konke konke
Ah ungu my zonke bonke
Ungu my lovey my sweethearti My konke konke
Ah ungu my zonke bonke
Andizange ndathanda kanjena
Ndiyaqala uthanda kanjena
Andizange ndathandwa Kanjena
Ndiyaqala uthandwa kanjena
Andizange ndathanda kanjena
Ndiyaqala uthanda kanjena
Andizange ndathandwa Kanjena
Ndiyaqala uthandwa kanjena