Izolo (Explicit)歌词由Zandicoco RSA&MassBmusic演唱,出自专辑《Izolo (Explicit)》,下面是《Izolo (Explicit)》完整版歌词!
Izolo (Explicit)歌词完整版
Weh dali
Ubukuphi izolo
Bendikufowunela ubusuku bonke
Ndikatholi
Ngoba ndihlezi lana
Ndilinde impendulo
Ndihlezi lana
Ndilinde impendulo
Bendisabanjwe ngamanzi ampotshwayo
Kodwa sithandwa sami
Ndiyazisola
Kodwa ukuba ungaxola
Ndingakunika intliziyo yam
Kwenzekile ndadakwa fast
Namajita sedlala ngam
Bambi isandla sam ungayeki
Ulubambo lwam
Angekhe ndiphinde
Ndikwenzele phantsi
Angekhe ndiphinde
Ndikwenzele phantsi
Weh dali
Ubukuphi izolo
Bendikufowunele
Ubusuku bonke
Ndingakutholi
Weh dali
Ubukuphi izolo
Bendikufowunela ubusuku bonke
Ndingakutholi
Ngoba ndihlezi lana ndilindi impendulo
Ndihlezi lana
Ndilindi impendulo
Ohh muntuwami ndikukhumbule
Ndifuna ubuye ngoba
Ndikudingele eduze
Ohhh muntuwami ndikukhumbule
Ndifuna ubuye ngoba ndikudingele
Eduze
Ngoba ndihlezi lana
Ndilinde impendulo
Ndihlezi lana
Ndilinde impendulo