Ungowami歌词由Edinia演唱,出自专辑《I Sing What I Can’t Speak》,下面是《Ungowami》完整版歌词!
Ungowami歌词完整版
Wena wena ungowami
Wena wena ungowami
Sofa silahlane
Wena, wena ungowami
Ngekhe sohlukane
Wena wena ungowami
Ndithanda nale ndlela Ondibuka ngayo
Ndithanda nale ndlela Ondijonga ngayo
Ndithanda nale ndlela Ondibuka ngayo
Ndithanda nale ndlela Ondijonga ngayo
Baby ndiyazifela
Mina ndiyayithanda nale ndlela Ondithanda ngayo
Ndithanda nale ndlela Ondibamba ngayo
Baby ndiyazifela
Baby ndiyazifela
Wena wena ungowami
Wenaa wena ungowami
Sofa silahlane
Wena, wena ungowami
Ngekhe sohlukane
Wena wena ungowami
Ndithanda nale ndlela Ondibuka ngayo
Ndithanda nale ndlela Ondijonga ngayo
Ndithanda nale ndlela Ondibuka ngayo
Ndithanda nale ndlela Ondijonga ngayo
Baby ndiyazifela
Mina ndiyayithanda nale ndlela Ondithanda ngayo
Ndithanda nale ndlela Ondibamba ngayo
Baby ndiyazifela
Baby ndiyazifela
Wena wena ungowami
Wena wena ungowami
Sofa silahlane
Wena wena ungowami
Ngekhe sohlukane
Wena wena ungowami