Bong’uThixo歌词由LytaBeatz演唱,出自专辑《The Lost Khoi》,下面是《Bong’uThixo》完整版歌词!
Bong’uThixo歌词完整版
Besi Hlala Phantsi s'founel'imali.
we tat'u ya khumbula xa si xcal'uku dibana
nda ni ne ntombi yam'e hlale xcaleni
nda ndi ngena mtana ngela nda ndi zama
kwa ku nzima kum kubazange nda dibana nawe nga phambili kod'u baz'ubomi bami.
usolok'ubali mali naba ntwana bakho
usaz'ubana ndilapha phandle ndiya phila
Ewe ya ndo phul'intliziyo nd'hlala ndi phakamis'intloko
sa ba ne nteth'we nxcinci kodw'and'kaze nd'funi mali yakho
kodw'and'kaze nd'funi mali yakho
Manje nd'thand'uk'bong'impilo
ndi bong'isthandwa sam
ndi bong'igents
ndi bonge no mndeni wam
ndi thand'uk'bong'impilo
ndi bong'u Thixo
ndi bong'isthandwa sam
ndi bonge no mndeni wam
ndi thand'uk'bong'igents
ndi bong'isthandwa sam
ndi bong'umndeni wam
ndi hlala ndi bong'u Thixo
Manje nd'thand'uk'bong'impilo
ndi bong'isthandwa sam
ndi bong'igents
ndi bonge no mndeni wam
ndi thand'uk'bong'impilo
ndi bong'u Thixo
ndi bong'isthandwa sam
ndi bonge no mndeni wam
ndi thand'uk'bong'igents
ndi bong'isthandwa sam
ndi bong'umndeni wam
ndi hlala ndi bong'u Thixo