Apho歌词由Alfa Mist&Bongeziwe Mabandla演唱,出自专辑《Apho》,下面是《Apho》完整版歌词!
Apho歌词完整版
Thatha ixesha londicinga
Ukhumbul’ukuba
Sakhe sasobabini
Kwelilizwe
Ntsuku zonke indim nawe
Sibambene ngezandla
Sisithi sofelena
Apho’ aph’ uhleli khona
Aph uhleli Khona
Ukhe ukh’undicinge
Ukh’ undicinge
Thatha ithuba londicinga
Ukhumbul’ukuba
Sakhe sasobabini
Kwelilizwe
Ntsuku zonke indim nawe
Sibambene ngezandla
Sisithi sofelena
Apho’ aph’ uhleli khona
Aph uhleli Khona
Ukhe ukh’undicinge
Ukh’ undicinge